eng
stringlengths
1
687
xho
stringlengths
1
844
Power of the Most High
Amandla Oyena Uphakamileyo
We came here to serve God and also to get rich
Apha sizele ukukhonza uThixo kwanokufuna ubutyebi
Happy are the mild - tempered ones , since they will inherit the earth .
Banoyolo abanobulali ; ngokuba umhlaba baya kuwudla ilifa bona .
O you lovers of Jehovah , hate what is bad .
Bathandi bakaYehova , kuthiyeni okubi .
They publicly declare they know God , but they disown him by their works , because they are detestable and disobedient and not approved for good work of any sort .
Bayavuma ukuba bayamazi uThixo ; kanti ngayo imisebenzi bayamkhanyela , bengamasikizi , bengabangevayo , nakumsebenzi wonke olungileyo bengenakucikideka .
Greatest experimental scientist ever .
Esona sazinzulu sibalaseleyo sakha saphila .
COCAINE . . . is probably the most benign of illicit drugs currently in widespread use . . . and acutely pleasurable .
ICOCAINE . . . mhlawumbi sesona siyobisi singeyongozi kwiziyobisi ezingekho mthethweni ezisetyenziswa ngokubanzi ngoku . . . yaye iyolisa kakhulu .
A Jewel in the Community
Iligugu Ekuhlaleni
There are only losers .
Into ekhoyo ngabantu aboyiswayo kuphela .
Mankind 's Search for God
Iphulo Loluntu Lokufuna UThixo
The ideological underpinnings of the contemporary world are collapsing and need to be replaced .
Izinto ekusekelwe kuzo iingcamango zabantu ngeli hlabathi ziyawohloka yaye zifuna ukuthatyathelwa indawo zezinye .
Remember the Source
Khumbula Umthombo
He was well reported on by the brothers in Lystra and Iconium .
Kwakunikelwa ingxelo entle ngaye ngabazalwana eListra naseIkoniyo .
Full of Blasphemous Names
Lizele Ngamagama Onyeliso
Let Us Always Offer to God a Sacrifice of Praise
Masisoloko Sinikela KuThixo Umbingelelo Wendumiso
Don 't feel that you are at a disadvantage .
Musa ukuvakalelwa kukuba uselishweni .
Let Us Also Put Off Every Weight
Nathi Masiwulahle Wonke Umthwalo
And I will dwell in the house of Jehovah to the length of days .
Ndihlale endlwini kaYehova imihla emide .
Show Yourselves Thankful
Nibe Nokubulela
Eighth , it would be a world in which the highest premium would be placed upon those qualities which distinguish man from the lower orders of life , such as intelligence and creativity , honor and integrity , love and loyalty , self - respect and unselfishness , and concern for his fellow men .
Okwesibhozo , ibingaba lihlabathi ekuya kuthi kulo eyona nto ibalaseliswayo ibe ziimpawu ezahlula umntu kwizidalwa ezingaphantsi kwakhe , njengobukrelekrele nokuyila izinto , imbeko nengqibelelo , uthando nokunyaniseka , ukuzihlonela nokungazingci nokuxhalabela abantu aphila phakathi kwabo .
Your heavenly Father feeds them
UYihlo osemazulwini uyazondla
The Path of Balaam
Umendo KaBhileham
He " took to flight and went on outside . "
Wasaba , waphumela phandle .
" The Talmud is undoubtedly one of the most remarkable literary productions of all times . " - The Universal Jewish Encyclopedia .
" Alithandabuzeki elokuba iTalmud yenye yezona ncwadi zibalaseleyo zakhe zakho . " - The Universal Jewish Encyclopedia .
The Babylonian " heavens , " or ruling class , will be " dispersed in fragments just like smoke , " and her subjects " will die like a mere gnat " ; but the ' captive daughter of Zion will loosen for herself the bands on her neck . '
" Amazulu " aseBhabhiloni , okanye abalawuli balapho , aya " kubhangazeka abe ngamaqhekeza kanye njengomsi , " ibe abo babalawulayo " baya kufa njengembuzane nje " ; kodwa ' intombi yaseZiyon engumthinjwa iya kukhulula izibopho zentamo yayo . '
" I don 't think I feel peer pressure . " - Pamela , a high school student .
" Andiqondi ukuba ingcinezelo yoontanga inempembelelo kum . " - UPamela , umfundi kwisikolo samabanga aphakamileyo .
They " go out with him , " perhaps meaning that they accompany Jephthah as he conducts raids against hostile neighbors .
" Ayephuma naye , " into esenokuthetha ukuba ayempheleka xa esiya kuhlasela abo bamelwane baneengcwangu .
" All those taking refuge in [ Jehovah ] will rejoice ; to time indefinite they will cry out joyfully . " - PS .
" Bonke abo basabela [ kuYehova ] baya kuba nemihlali ; baya kumemelela ngovuyo . " - INDU .
" In the final part of the days , " or in the final part of the time of the end , Gog of Magog - Satan the Devil - will make an all - out attack on Jehovah 's people .
" Ekupheleni kwemihla , " oko kukuthi kwinxalenye yokugqibela yexesha lesiphelo , uGogi wakwaMagogi - uSathana uMtyholi - uya kubahlasela ngenxa zonke abantu bakaYehova .
" The churches should become pacifist again as they were in the first centuries of Christianity . " - Hubert Butler , Irish writer .
" Iicawa zifanele zichase nayiphi na imfazwe njengokuba zazinjalo ngeenkulungwane zokuqala zobuKristu . " - UHubert Butler , umbhali waseIreland .
" A Bullet Changed My Life " focused on dealing with paralysis . - Awake ! , October 22 , 1995 .
" Imbumbulu Yaguqula Ubomi Bam " elixubusha ngokuhlangabezana nokuba ngumlwelwe . - UVukani !
" The heart is more treacherous than anything else and is desperate . " - Jeremiah 17 : 9 .
" Intliziyo inenkohliso kunayo nantoni na yaye iyatyhudisa . " - Yeremiya 17 : 9 .
" The heart of the righteous one meditates before answering . " - Proverbs 15 : 28 .
" Intliziyo yelungisa iyayicamngca impendulo . " - IMizekeliso 15 : 28 .
Their " gift " may be a trip to the store or help with housework .
" Isipho " sabo sisenokuba kukubayela evenkileni okanye ukubanceda ngomsebenzi wasendlwini .
" But that it should be holy and without blemish . " - 5 : 27 .
" Kodwa ukuze libe ngcwele yaye lingabi nasiphako . " - 5 : 27 .
" To us there is but one God , the Father . " - 1 Corinthians 8 : 6 .
" Kuthi thina mnye uThixo , uYise . " - 1 Korinte 8 : 6 .
" Resurrection of Life " or " Resurrection of Judgment "
" Kuvuko Lobomi " Okanye " Kuvuko Lomgwebo "
" Throw all your anxiety on [ God ] , because he cares for you . " - 1 Peter 5 : 7 .
" Liphoseni kuye [ uThixo ] lonke ixhala lenu , kuba unikhathalele . " - 1 Petros 5 : 7 .
" Happy is the nation whose God is Jehovah , the people he has chosen as his own possession . " - PS .
" Lunoyolo uhlanga oluThixo walo unguYehova , abantu abanyule njengelifa lakhe . " - INDU .
" Blessed be the God and Father of our Lord Jesus Christ , the Father of tender mercies and the God of all comfort , who comforts us in all our tribulation . " - 2 CORINTHIANS 1 : 3 , 4 .
" Makabongwe uThixo , uYise weNkosi yethu uYesu Kristu , uSozimfefe , uThixo onako konke ukuthuthuzela , osithuthuzelayo kuyo yonke imbandezelo yethu . " - 2 KORINTE 1 : 3 , 4 .
" I will . . . cause you to come up from the remotest parts of the north and bring you in upon the mountains of Israel . " - Ezekiel 38 : 4 ; 39 : 2 ; compare Psalm 48 : 2 .
" Ndikunyuse uphume ezingontsini zasentla , ndikuse ezintabeni zakwaSirayeli . " - Hezekile 38 : 4 ; 39 : 2 ; thelekisa neNdumiso 48 : 2 .
" I am the way and the truth and the life . " - JOHN 14 : 6 .
" Ndim indlela nenyaniso nobomi . " - YOHANE 14 : 6 .
" You will be objects of hatred by all people on account of my name . " - MATTHEW 10 : 22 .
" Niya kuba zizinto zokuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam . " - MATEYU 10 : 22 .
" Like these good figs , so I shall regard the exiles of Judah . " - Jeremiah 24 : 5
" Njengala makhiwane alungileyo , ndiya kwenjenjalo ukubagqala abathinjwa bakwaYuda . " - Yeremiya 24 : 5
" Take my yoke upon you and learn from me . " - MATTHEW 11 : 29 .
" Thabathani idyokhwe yam niyithwale , nifunde kum . " - MATEYU 11 : 29 .
The " King of kings and Lord of lords " will carry out an execution far more thorough than the Romans did in 70 C.E .
" UKumkani wookumkani neNkosi yeenkosi " iya kuphumeza umgwebo omkhulu ngakumbi kunowaphunyezwa ngamaRoma ngowama - 70 C.E .
" Pioneering " is a term used to indicate full - time preaching activity .
" Ubuvulindlela " ligama elalisetyenziswa ukwalatha umsebenzi wokushumayela wexesha elizeleyo .
" Sexual jealousy and bickering are common problems for the [ polygamous ] family ; and a husband must be wise , strong , diplomatic , and shrewd to preserve harmony . " - The New Encyclopædia Britannica
" Ukukhweletela indoda nokuxabana ngezinto ezincinane iba ziingxaki eziqhelekileyo zentsapho [ yesithembu ] ; yaye indoda kufuneka ibe nobulumko , yomelele , ibe nobuchule bokuxolelanisa yaye ibe yeqiqayo ukuze ilondoloze imvisiswano . " - The New Encyclopædia Britannica
" Knowing that we have Jesus ' full support inspires optimism and perseverance , whatever the reaction in the territory . " - Harry , age 72 ; baptized 1946 .
" Ukwazi ukuba sixhaswa nguYesu ngokupheleleyo kundenza ndibe nentembelo ndize ndizingise , enoba abantu basabela njani na entsimini . " - UHarry , oneminyaka engama - 72 ubudala ; ubhaptizwe ngowe - 1946 .
" His anger flares up easily , " or blazes quickly and irresistibly .
" Umsindo wakhe uvutha lula , " okanye ucaphuka msinya yaye akanqandeki .
" Trust not to rotten planks , " wrote English dramatist William Shakespeare .
" Ungawathembi amaplanga abolileyo , " lawo ngamazwi ombhali wemidlalo oliNgesi , uWilliam Shakespeare .
World Peace - What Will It Really Mean ?
" Uxolo Lwehlabathi - Ngokwenene Luya Kuthetha Ntoni " ?
He will act effectively against the most fortified strongholds , along with a foreign god . Whoever has given him recognition he will make abound with glory , and he will actually make them rule among many ; and the ground he will apportion out for a price .
" Wokwenzela oku [ " uya kwenza ngokuphumelelayo nxamnye , " NW ] iinqaba ezinqatyisiweyo ngothixo wolunye uhlanga ; lo umbukayo , uya kumandisela uzuko , amphathise abaninzi , amabele umhlaba ngokumvuza . "
" Train a child in the way he should go ; even when he grows old he will not depart from it . " - Proverbs 22 : 6 , footnote .
" Yiqeqeshe inkwenkwe ngokwendlela yayo ; naxa indala ayisayi kuphambuka kuyo . " - IMizekeliso 22 : 6 .
" Fear the true God and keep his commandments . " - ECCLESIASTES 12 : 13 .
" Yoyika uThixo , ugcine imithetho yakhe . " - INTSHUMAYELI 12 : 13 .
% 1 Colors
% 1 Imibala
% 1 has invited you to an unlimited match
% 1 ukumeme kummdlalo ongenasipheloIf the format of the ( U ) and ( R ) strings is changed , it should also be changed here
Notes :
& Akukho nanye
& FTP ; , or File Transfer Protocol , is one of the earliest , and still perhaps the best , way of transferring files between computers over the Internet .
& FTP ; , okanye iProtocol Yonikezelo yeFayile , yenye yeziphambili , kwaye mhlawumbi isengcono , indlela yokunikezela iifayile phakathi kwee computer ngapha kwi Internet .
& Table :
& I table :
From Field Name
& Idilesi ye email :
Star Tool
& Iilayini ezininzi
Create & Folder ...
& Incwadi eneenkcukacha Entsha ...
Change Location ...
& Indawo ekuyo
& Release tag :
& Khupha i tag :
Daily end time :
& Libazisa kuhla / ixesha : @ info : whatsthis
& Restart This Board
& Phinda uqale Lebhodi
& Verify
& Qinisekisa
& Remove
& Susa
& Remove Sensor
& Susa umenzi woluvo
Show Macros
& Uxwebhu
Recursive make @-@ call malformed
& Yenziwe kwakhona ngaphandle kosiba
Add to ignores ...
& Yiya Kumgca ...
sect1
& chaza kwakhona
& kdeprint ; Extensions To All Print Subsystems
& kdeprint ; Izandiso kuzo zonke iindlela ezisezantsi zoshicilelo
' Lifesaving medicines sit on the shelf while millions die . ' - Dr .
' Amayeza okusindis ' ubomi afunjiwe nje ngoxa izigidi zabantu zisifa . ' - UGqr .
They are " like a hiding place from the wind , a place of concealment from the rainstorm , like streams of water in a waterless land , like the shadow of a massive crag in a parched land . "
' Anjengendawo yokuzimela umoya nendawo yokuzifihla esiphangweni , anjengemisinga yamanzi kwilizwe elingumqwebedu , yaye anjengomthunzi wengxondorha enkulu kwilizwe elibharhileyo . '
" Rutan VariEze , " 1978
' IRutan VariEze , ' yowe - 1978
" Satiated with dishonor instead of glory , " this delinquent world is about to drink from the bowl of Jehovah 's rage , which represents his will toward it .
' Lihluthiswe ngocukucezo , kunokuba ibe luzuko , ' eli hlabathi liwexukileyo sele liza kusela kwindebe yomsindo kaYehova , efuzisela ukuthanda kwakhe ngokuphathelele lona .
' Are you also one of their victims ? '
' Ngaba ulelinye lamaxhoba alo mbutho ? '
We are only " temporary residents " in this system of things .
' Singabemi bokwexeshana ' kule nkqubo yezinto .
' YOU look as if you 've lost your best friend . '
' UBONAKALA ngathi ulahlekelwe ngumhlobo wakho osenyongweni . '
" Pharaoh , king of Egypt , " is called " the great sea monster lying stretched out in the midst of his Nile canals . "
' UFaro , ukumkani waseYiputa , ' ubizwa ngokuba ' sisilo esikhulu saselwandle esibuthume phakathi kwemijelo yomNayile . '
Exalted With Glory
' Ukuphakanyiswa Ngozuko '
God 's love for us is also shown by his being the " Hearer of prayer . "
' Ukuphulaphula kwakhe imithandazo ' yethu kubonisa indlela asithanda ngayo .
" Man has dominated man to his harm . " - Ecclesiastes 8 : 9 .
' Umntu uye walawula umntu yaba kukwenzakala kwakhe . ' - INtshumayeli 8 : 9 .
' O Jehovah , Put Me to the Test '
' Yehova , Ndivavanye '
One With Father , 9 / 1 Pharisees Resembled " Whitewashed Graves , " 11 / 1
' Yibani Noxolo Nabantu Bonke , ' 10 / 15
by the detectives in Beaufort West .
( 100 % ) ayatsho tu ukuchaphazeleka .
( 2 ) Time elapsed between the birth of Cain and his offering the sacrifice that was rejected by God .
( 2 ) Kwadlula ixesha elithile phakathi kokuzalwa kukaKayin nokwenza kwakhe umnikelo ongazange wamkelwe nguThixo .
majority ( 67 % ) requests patrols during the day and night .
( 82 % ) naseLutzville ( 80 % ) lucele ukujikeleza okuthe kratya kwamapolisa emini nasebusuku .
( See the box " How to Improve Your Singing . " ) ( b ) What suggestions for overcoming voice problems do you find practical ?
( Bona ibhokisi ethi " Indlela Yokucula Bhetele . " ) ( b ) Ngawaphi amacebiso aye akunceda wakwazi ukucula ?
( Constitution " Sacrosanctum Concilium " sulla sacra Liturgia , in I Documenti del Concilio Vaticano II , 1980 , Edizioni Paoline ) " The illustrious relics , as well as those honored by great popular piety , " are mentioned in Codex Iuris Canonici ( Code of Canon Law ) promulgated by John Paul II in 1983 .
( Constitution " Sacrosanctum Concilium " sulla sacra Liturgia , kwi - I Documenti del Concilio Vaticano II , yowe - 1980 , nguEdizioni Paoline ) " Izinto ezidumileyo zabangasekhoyo , kwanezo zihlonelwa ngabantu abaninzi , " zikhankanyiwe kwiCodex Iuris Canonici ( uMgaqo - siseko weCawa ) owabhengezwa nguJohn Paul II ngowe - 1983 .
( Read Hebrews 12 : 9 . )
( Funda amaHebhere 12 : 9 . )
( Read 1 Corinthians 5 : 9 - 13 . )
( Funda eyoku - 1 kwabaseKorinte 5 : 9 - 13 . )
( Read Exodus 14 : 1 - 4 . )
( Funda iEksodus 14 : 1 - 4 . )
( Read Exodus 34 : 6 , 7 . )
( Funda iEksodus 34 : 6 , 7 . )
( Read Revelation 14 : 6 , 7 . )
( Funda iSityhilelo 14 : 6 , 7 . )
( Read Daniel 12 : 3 , 4 , 9 , 10 . )
( Funda uDaniyeli 12 : 3 , 4 , 9 , 10 . )
( Read Mark 7 : 20 - 23 . )
( Funda uMarko 7 : 20 - 23 . )