Dataset Viewer
Auto-converted to Parquet
score
float32
1.04
1.25
Bemba
stringlengths
9
493
Xhosa
stringlengths
8
498
1.249714
2 I kutupu ubwanya kukulondolwela bino bipangujo pa kyobe kyaba.
2 Akakho umntu oya kukuphendulela loo mibuzo.
1.249708
Ukulongana kwa muputule ukwa kubalilapo uko twasangilweko mu El Salvador
Indibano yokuqala esasikuyo e-El Salvador
1.249618
Nkaambo Mwana a-Muntu uzooboola mubulemu bwawisi abaangelo bakwe, elyo uzoobweedezya muntu umwi aumwi mbuli milimo yakwe.
Kuba uNyana woMntu uza kuza esebuqaqawulini boYise, enezithunywa zakhe, andule ukubavuza bonke ngabanye ngokokwenza kwakhe.
1.24959
Mwe Lesa, impendwa ya yako yonse yalikula nga nsh!
Owu Thixo, hayi indlela esisikhulu ngayo isimbuku sazo!
1.249439
"Takuli umwikashi uukatila: 'Nindwala.'"
"Akakho ummi wakhona oya kuthi: 'Ndiyagula.'"
1.249421
Bashingwe māni bavule bonaingile nabo, kebakidi'kopo pano pa ntanda.
Uninzi lwabathanjiswa endisebenze nabo alusekho apha emhlabeni.
1.249198
Nalyupene no mwanakashi naleikala na o, kabili nalilekele no kupeepa fwaka.
Ndanditshatile nebhinqa endandihlala nalo, ibe ndandisele ndiyekile ukutshaya.
1.249159
Abafwa bakabuushiwa ilyo imyaka 1,000 ishilapwa.
Abantu abafileyo baza kuvuswa ebudeni beminyaka eliwaka.
1.2491
Alipyungiile pamo na bambi pa myaka iingi kabili aalishibile ne kunaka kwabo, pano alukulabila ifiweme pali bo.
Wayehambe namanye awo iminyaka, ngoko umele ukuba wayezazi iimpazamo zawo, sekunjalo wathetha kakuhle ngawo.
1.24908
Kimfwa, wālondolwele Bayuda bāmwipangwile kiyukeno amba: "Bundulai ino tempelo, kadi mu mafuku asatu nkeimika."
Ngokomzekelo, kumaYuda awayefuna umqondiso kuye, wathi: "Yichitheni le tempile, yaye mna ndiza kuyivusa ngeentsuku ezintathu."
1.249035
Ili e funde ilikalamba kabili e lya ntanshi." - Mat.
Lo ngowona myalelo mkhulu nowokuqala." - Mat.
1.248863
"Takuli umwikashi uukatila: 'Nindwala.'"
"Akakho ummi wakhona oya kuthi: 'Ndiyagula.'
1.24885
Nga mwalikwata abana abo mwasanga mu ng'anda nelyo abo musunga, muleibukisha ica kumwenako ca kwa Yosefe no kulamona ukuti cila mwana aliibela kabili alicindama.
Ngendlela efanayo, ukuba ukhulisa abantwana ongabazalanga, khumbula umzekelo kaYosefu uze uphathe ngamnye wabo bantwana njengomntu owahlukileyo noxabisekileyo.
1.24872
Wādi ufwaninwe bidi kukesamba na Mulopwe Ahaba.
Kwakufuneka athethe noKumkani uAhabhi.
1.248648
E ico ine nangu nine Shikulu kabili Kasambilisha, nga nsambile amakasa yenu, na imwe mufwile ukulasambana amakasa.
ngoko ke, ukuba ndizihlambile iinyawo zenu mna, ndiyinkosi, ndingumfundisi, nani nifanele ukuhlambana iinyawo.
1.248607
(Yeremia 29:12) Nga mulelanda na Lesa, 'mukapalama kuli [ena], na o akapalama kuli imwe.'
(Yeremiya 29:12) Njengoko nithetha noThixo, 'niya kusondela kuye, naye uya kusondela kuni.'
1.248389
Nasangilemo kalata banembele iyafumine ku Brooklyn.
Ndafumana ileta esuka eBrooklyn.
1.248334
8 Muletemwa abalwani benu.
8 Thanda iintshaba zakho.
1.248218
"Nalemona kwati takwali uo naali no kucetekela.
"Ndandisithi akukho mntu ndinokumthemba.
1.248145
Bushe ulubembu Adamu acitile lwakumine shani abana bakwe?
Isono saka-Adamu sizithinte njani iinzukulwana zakhe?
1.24812
Namwebele nati tufumya ku Brooklyn.
Ndathi sizithatha eBrooklyn.
1.247956
Fyonse fyalipusene ne fyo twabeleshe ilyo twali ku North America.
Yonke into yayahlukile kwindlela esasiqhele ukuphila ngayo kuMntla Merika.
1.247739
Ndyukile amba kakandekelelapo nansha dimo."
Ndiyazi ukuba yena akasoze andishiye."
1.247396
Pa kupwa kusapula'po myeji ibidi, betana na inabana ulelele bana kasuku.
Emva kweenyanga ezimbini beshumayela apho, badibana nomnye usisi okhulisa abantwana ngaphandle kweqabane.
1.247207
Nakuba, aliisendele umwine ngo musha, alishile mucipasho ca muntunse.
Kodwa waziqongqotha by ukuthatha uhlobo lwekhoboka kunye ngokuba njengabantu.
1.246934
Lelo nshilemona ifyo fileampana na 1914.
Kodwa andikayiboni ukuba idibana njani no-1914.
1.246912
kupita'po wanena bana ba bwanga'mba: "Twayai monka mu Yudea." 8 Bana ba bwanga nabo
Waza emveni koko wathi kubo abafundi, Masibuye siye kwelakwaYuda.
1.246758
Ino i kya bulanda, mwanda bamwikeulu bavule bātombokele Leza.
Okubuhlungu kukuba, iingelosi ezininzi ziye zamvukela uThixo.
1.246725
Aba mu mpaanga shimbi bena bakwata isubilo limbi.
Ezinye izimvu zona zinelinye ithemba.
1.24653
Ifwe tuli iloba, na imwe ni mwe Mwatubumba; kabili bonse tuli milimo ya minwe yenu."
Siludongwe, yaye wena unguMbumbi wethu; thina sonke singumsebenzi wesandla sakho."
1.246514
Icitetekelo cali na Mose calikoseshe abantu ba kwa Lesa.
Ukholo lukaMoses lwabomeleza abantu bakaThixo.
1.246312
"Ine kwena ndemubatisha ku menshi ku kulapila; lelo akamubatisha ku Mupashi wa Mushilo."
Mna ndibhaptiza ngamanzi, kodwa yena uza kubhaptiza ngomoya oyingcwele.'
1.246219
Langulukeni pa fyacitikile mu 1973.
Khawucinge ngoko kwenzeka ngo-1973.
1.246164
Yalilungama kabili ya cine imibele yenu, mwe Mfumu ya muyayaya."
Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho, Kumkani kanaphakade."
1.246044
Vuluka'mba Satana wāshile Yesu pa kumumona'mba wakomena matompo onso asatu.
Khumbula ukuba, uSathana wemka emva kokuba uYesu embhebhethe kwakathathu.
1.246013
Nangaba ati baLesa balibetile ukuya kwiulu, bakapoka ilyo ilambulo kani bakapitilishe ukuba aba bucine.
Nangona uThixo ebamemele ukuya ezulwini, baya kuwufumana umvuzo wabo kuphela ukuba bahlala bethembekile.
1.245834
Milimo nshi abanakashi abalebombela Lesa ku kale babombele?
Yintoni eyafezekiswa ngamabhinqa awoyik' uThixo mandulo?
1.245795
Shi bampangilepangile amiwa, ne banwe bene bakemupangapanga; shi balamine mwanda wami, bakalama ne wenu mwine.
Ukuba banditshutshisile mna, baya kunitshutshisa nani."
1.245697
(Tala efano pehovelo loshitukulwa.) (b) Omolwashike Moses a li a hoolola okuhepekwa pamwe noshiwana shaKalunga?
(Jonga umfanekiso osekuqaleni.) (b) Sasiyintoni isizathu sokuba uMoses akhethe ukuxhatshazwa kunye nabantu bakaThixo?
1.245672
Wene, pakuba mucipasho ca kwa Lesa, tatontonkenye ukuti ukulingana na Lesa cintu cakusompola; lelo aisangwile uwafye, pakubule cipasho ca busha, pakufyalwa mucipasho ca buntunse.
Kodwa waziqongqotha by ukuthatha uhlobo lwekhoboka kunye ngokuba njengabantu.
1.245029
Lelo mu mafuku aná'mwa wādi mūmi ushikete pamo na Leza ne bamwikeulu bandi bajila? -
Ngaba ngezo ntsuku zine wayelapho ephila kunye noThixo neengelosi ezingcwele? -
1.244961
Mulandu nshi tulingile ukulaibukishisha muka wa kwa Lote?
Kutheni sifanele sikhumbule umkaLote?
1.244934
Mwanda umo waalembele unena'mba: "Dyalelo nayuka dijina dya Leza.
Enye kuzo yayisithi: "Ndifunde igama likaThixo namhlanje.
1.244871
Lesa wakwashishe Yosefwa ne ba Blessing kufuma mu buzha mu mashinda avula bingi.
UThixo wamnceda uYosefu noBlessing bakhululeka ebukhobokeni ngeendlela ezahlukeneyo.
1.244848
E ico ine nangu nine Shikulu kabili Kasambilisha, nga nsambile amakasa yenu, na imwe mufwile ukulasambana amakasa.
Ngoko ke, ukuba mna endiyiNkosi noMfundisi wenu, ndithe ndahlamba iinyawo zenu, nani ke nimelwe kukuhlambana iinyawo.
1.24483
3 Finshi Mose aletiina?
3 Wayesoyika ntoni uMoses?
1.244762
Balilabiile ati: "Maliya asalulula icintu icakwabanya iciweme; lombe'co teti cikapokololwe kuli ye."
Wathi: "Yena ke, uMariya unyule isahlulo esilungileyo, yaye asiyi kususwa kuye."
1.244761
Icintu icikalamba sana ca kuti, pa mbali ya kupeela umuntu trakiti, tufwile ukumubelengela ne Cebo ca kwa Lesa, nangu limbi kuti mwabelenga fye icikomo cimo nelyo fibili.
Qho xa uhambisa la maphecana, ngaphandle nje kokuwanika abantu, waneliswa kukubafundela iLizwi likaThixo - noba ubafundele ivesi enye okany' ezimbini.
1.244601
YONA alikwete inshita iikalamba iya kutontonkanya.
UYONA wayeza kuba nexesha elininzi lokucinga.
1.244516
Ico cipusho calyaswikwe mu 1931.
Loo mbuzo waphendulwa ngo-1931.
1.243956
Le lusangukilo lwa Yesu i lwishile namani na lwa boba bāmubadikidile?
Uvuko lukaYesu lwalahluke njani kuvuko lwabantu bangaphambi kwakhe?
1.243909
Tulashimikila ku ng'anda ne ng'anda nga filya fyalecita abatumwa.
Njengabapostile, sishumayela kwizindlu ngezindlu.
1.243793
Twaupene bulya bwine bushiku twamonene.
Satshata kwangaloo mini.
1.243703
"Abalungeme bakapyane'calo, bakalukwikalamo inshiku shonse lukoso." - Amasa.
"Amalungisa aya kuwudla ilifa umhlaba, ahlale kuwo ngonaphakade."
1.243684
Masabato asatu wadi ulanguluka nabo na Bisonekwa, 3 wibashintulwila ne kubingija na bilembwa'mba kyadi kyendele'mo
Kwaye iisabatha ezintathu waphikisana nabo ngeZibhalo,
1.24359
Shi bampangilepangile amiwa, ne banwe bene bakemupangapanga; shi balamine mwanda wami, bakalama ne wenu mwine.
Ukuba banditshutshisile, baya kunitshutshisa nani.
1.243583
8. (a) Cinshi Satana afwaisha ukucita?
8. (a) Yintoni afuna ukuyenza uSathana?
1.243543
April 2014 _ Bushe Mufwile Ukulapepa?
Aprili 2014 _ Ngaba Ufanele Uthandaze?
1.243485
Ba Evangelos Scouffas balandile abati, "Cali kwati kwali amaka ayatwimishe pa fipuna, kabili twalimine ne filamba fyalitengelele mu menso yesu."
UEvangelos Scouffas wathi: "Kwakungathi kukho into evele yasitsala sonke, sema ngeenyawo sithe gwanty' iinyembezi."
1.243462
Shi bampangilepangile amiwa, ne banwe bene bakemupangapanga."
Ukuba banditshutshisile mna, baya kunitshutshisa nani."
1.243402
Pali iyo nshita ukwishiba kwine kwine "kukafula." - Dan.
Xa lifika elo xesha, ulwazi lokwenyaniso 'lwaluza kuba luninzi.' - Dan.
1.243378
"Pashala fye panono no mubifi takabepo . . .
"Kusele ithutyana, angabikho ongendawo; . . .
1.243325
Maria webakwatyilwa lusa mwanda badi'tu bakōkele mbila yobapelwe.
UMaria wawasizela, kuba ayesenza nje into ayithunyiweyo.
1.243307
Linda: Ine na Sally tatwaishibene pa myaka ukucila pali 20.
ULinda: Ngaphezu kweminyaka eyi-20 mna noSally besingazani.
1.243282
Sophia: Bali no kufwa.
Nozipho: Babeza kufa.
1.243101
'Lekeni Ulubuuto Lwenu Lubalike' 83.
'Malukhanye Ukhanyiselo Lwenu' 83.
1.242867
Kāfwilepo monka na mwādi mulangila balwana nandi.
Wayengasenguye umfi, njengoko zazicinga iintshaba zakhe.
1.242785
En-en, tala byādi bilonga bantu ba mu bulopwe bwa kungala bwa Isalela.
Makhe sithethe ngoko kwakusenziwa ngabantu bobukumkani basemntla boSirayeli wamandulo.
1.242768
6 Ukulongana kulatukoselesha.
6 Iintlanganiso ziyasikhuthaza.
1.24273
18 "Muleibukisha abalemutungulula."
18 "Bakhumbuleni abo bakhokelayo."
1.242647
AbaIsilaeli bakalabila kuli nebo, "Mba nibani bakutuma?"
AmaSirayeli aya kuthi kum, "Uthunywe ngubani na?"
1.242623
Mwanda waka tufwaninwe kumusanswa?
Kutheni simele simthande?
1.242104
Batata babepwishe no kuti, "bushe walipepa kuli Lesa no kumweba ukuti wakulamubombela umuyayaya?"
UTata waphinda wathi, "Umthembisile phofu uThixo emthandazweni ukuba uza kumkhonza ngonaphakade?"
1.242033
Ifi fine e fyo umufyashi umwanakashi uwikala ku Japan acitile.
Omnye umama waseJapan wasebenzisa yona.
1.241948
Mosesa wāshile kimfwa kiyampe kya kwityepeja mu uno mwanda.
Ngoko, uMoses wamisela umzekelo omhle wokuthobeka.
1.241828
Nshakalabe ifyacitike bushiku bumo ilyo naleya ku ng'anda icungulo.
Andisoze ndiyilibale into eyenzeka ngobunye ubusuku endleleni egodukayo.
1.241499
Akasuba konse e yo ntontonkanyapo." - Amalu.
Imini le yonke ndiwuxhalabele." - INdu.
1.241489
UMULANDU BAMO BATWISHIKILA: Abengi abasumina muli Lesa bamona kwati te kuti babe ifibusa fyakwe.
ISIZATHU SOKUBA ABANYE BANGAQINISEKI: Abaninzi abakholelwa kuThixo baziva bengasondelanga kuye.
1.241467
Inoko, i kutupu nansha umo uponanga panshi pampikwa Shenu kuyuka.
Kanti akukho namnye kubo oya kuwela emhlabeni ngaphandle kolwazi lukaYihlo.
1.241179
19 Nga Christopher, wino twatitulandapo pa kutandika kwa cipande cii?
19 Kuthekani ngoChristopher okhankanywe ekuqaleni kweli nqaku?
1.241121
Mulefwaya Ubufumu, Mwilafwaya Ifyuma
Funa UBukumkani, Kungekhona Izinto
1.241085
Ne kadi, kemwakitai muntu bu tata pano pa ntanda, mwanda Shenu i umo enka, Yewa udi mūlu.
Ze ningabizi mntu emhlabeni apha ngokuthi nguyihlo, kuba mnye uYihlo, lowo ke usezulwini.
1.241055
Davidi wene wakweti vyonsi vii, nomba nanti ciye vivyo, watwalilile ukuya muicefye mu umi wakwe onsi.
UDavide wayenazo zonke ezi zinto, kodwa wahlala ethobekile ubomi bakhe bonke.
1.241016
Mwafwainwa kubanga bino pa mwaka pa mwaka pa kumvuluka.'
Yenzani oku unyaka nonyaka ukuze nindikhumbule.'
1.240997
Mwifisa icinso cenu kuli ine."
Musa ukubufihla ubuso bakho kum."
1.24097
"Twalishiba amapange [ya kwa Satana]." - 2 KOR.
"Siyawazi amacebo akhe [uSathana]." - 2 KOR.
1.240952
"Webapūtula ñeni yabo ne pa mfulo ya kwivwanija buluji bwa Bisonekwa."
"Wazivula ngokupheleleyo iingqondo zabo ukuba zicacelwe yintsingiselo yeZibhalo."
1.240909
Abana benu bakabona ifi mucita, kabili efi bakalukucita nabo.
Abantwana bakho baya kuyibona into oyenzayo, yaye baya kwenza kakuhle ukuba ubamisela umzekelo omhle.
1.240868
Balefwaya no kubwelela ku Egupti uko bali abasha!
Ade afuna ukubuyela eYiputa, ndawo leyo ayengamakhoboka kuyo!
1.240847
Tulacingilila Imitima Yesu 37.
Masikhusele Iintliziyo Zethu 37.
1.240805
Ku cakubwenako, langulukeni pali Jobo 26:7.
Ngokomzekelo, jonga uYobhi 26:7.
1.240781
Nabombele imyaka 15 mu bushilika bwa pa menshi ku Germany.
Ndachitha iinyanga eziyi-15 kumkhosi wolwandle waseJamani.
1.240762
Lelo kwakamwa Leza i bika, ne kufwaninwe kukwasha namani mutyima wetu wa mundamunda?
Yintoni ukoyika uThixo, yaye kunokuba nayiphi impembelelo kwizazela zethu?
1.240739
Lelo babwanya kukulupila na mwādi mukulupidile Mata pāesambīle padi mwanabo amba: "Ndyukile amba ukasangukanga ku lusangukilo mu difuku dya mfulo"?
Ngaba bangaqiniseka njengoMarta owathi: "Ndiyazi ukuba [umntakwethu] uza kuvuka eluvukweni ngomhla wokugqibela"?
1.24071
Kebādipo bakulupile mu lusangukilo nansha kwikala'ko kwa bamwikeulu.
Kodwa azizange ziphinde zibe ziingelosi zikaThixo, ngoko zaba ziingelosi zikaSathana, okanye iidemon.
1.240534
Ukusambilila ifikalembwamo'mo kukofwako abantu bonse lukoso, kumo ne bakabuushiwa, ukwishiba ifi baLesa bakafwaya bo ukulukucita.
Ngokuyifundisisa, bonke abantu, kuquka nabavusiweyo, baya kwazi ukuba yintoni uThixo afuna bayenze.
1.240513
10 Nomba cinshi Maria aali no kucita?
10 UMariya wayeza kuthini ngoku?
1.240423
Finshi tufwile ukulacita pali ino nshita? - Icikomo 34.
Simele senze ntoni ke ngoku? - Ivesi 34.
1.240357
Kabili aisa kuno mu kofwa Paulu.
Yaye uze apha ukunceda uPawulos.
1.240261
Yosefa wājimije bwanapabo bwandi, ino ke lwitabijopo lwandi
UYosefu waphulukana nenkululeko yakhe kungekhona ukholo lwakhe
End of preview. Expand in Data Studio

Bemba-Xhosa_Sentence-Pairs Dataset

This dataset contains sentence pairs for African languages along with similarity scores. It can be used for machine translation, sentence alignment, or other natural language processing tasks.

This dataset is based on the NLLBv1 dataset, published on OPUS under an open-source initiative led by META. You can find more information here: OPUS - NLLB-v1

Metadata

  • File Name: Bemba-Xhosa_Sentence-Pairs
  • Number of Rows: 213174
  • Number of Columns: 3
  • Columns: score, Bemba, Xhosa

Dataset Description

The dataset contains sentence pairs in African languages with an associated similarity score. Each row consists of three columns:

  1. score: The similarity score between the two sentences (range from 0 to 1).
  2. Bemba: The first sentence in the pair (language 1).
  3. Xhosa: The second sentence in the pair (language 2).

This dataset is intended for use in training and evaluating machine learning models for tasks like translation, sentence similarity, and cross-lingual transfer learning.

References

Below are papers related to how the data was collected and used in various multilingual and cross-lingual applications:

[1] Holger Schwenk and Matthijs Douze, Learning Joint Multilingual Sentence Representations with Neural Machine Translation, ACL workshop on Representation Learning for NLP, 2017

[2] Holger Schwenk and Xian Li, A Corpus for Multilingual Document Classification in Eight Languages, LREC, pages 3548-3551, 2018.

[3] Holger Schwenk, Filtering and Mining Parallel Data in a Joint Multilingual Space ACL, July 2018

[4] Alexis Conneau, Guillaume Lample, Ruty Rinott, Adina Williams, Samuel R. Bowman, Holger Schwenk and Veselin Stoyanov, XNLI: Cross-lingual Sentence Understanding through Inference, EMNLP, 2018.

[5] Mikel Artetxe and Holger Schwenk, Margin-based Parallel Corpus Mining with Multilingual Sentence Embeddings arXiv, Nov 3 2018.

[6] Mikel Artetxe and Holger Schwenk, Massively Multilingual Sentence Embeddings for Zero-Shot Cross-Lingual Transfer and Beyond arXiv, Dec 26 2018.

[7] Holger Schwenk, Vishrav Chaudhary, Shuo Sun, Hongyu Gong and Paco Guzman, WikiMatrix: Mining 135M Parallel Sentences in 1620 Language Pairs from Wikipedia arXiv, July 11 2019.

[8] Holger Schwenk, Guillaume Wenzek, Sergey Edunov, Edouard Grave and Armand Joulin CCMatrix: Mining Billions of High-Quality Parallel Sentences on the WEB

[9] Paul-Ambroise Duquenne, Hongyu Gong, Holger Schwenk, Multimodal and Multilingual Embeddings for Large-Scale Speech Mining, NeurIPS 2021, pages 15748-15761.

[10] Kevin Heffernan, Onur Celebi, and Holger Schwenk, Bitext Mining Using Distilled Sentence Representations for Low-Resource Languages

Downloads last month
11

Collection including michsethowusu/bemba-xhosa_sentence-pairs